Monday, September 21, 2026
SUBSCRIBE
22 GLOBAL MEDIA AWARDS
Food For Mzansi
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought
No Result
View All Result
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought
No Result
View All Result
Food For Mzansi
No Result
View All Result
in isiXhosa

Umfama 101:  Indlela yokuvelisa ivatala

Ingaba wakhe wayicinga eyokuba kufuneka ulime ivatala/ivatilamuni? Njengoko ilizwe lizilungiselela ixesha leziyunguma eliqapheleka ngamaqondo ashushu nemfuneko yokuyihlaziya, iingcali ichaza ngeengcebiso zokulima ivatala/ivatilamuni.

by Vateka Halile
20th October 2023
Share on FacebookShare on TwitterShare on WhatsApp

Ivatala/ivatilamuni sisiqhamo esithandwa kakhulu yaye ihlobo alinakuba lilo ncam ngaphandle kwayo. Kuhlelo lwale veki lokuQokelelela ukuTyala, ingcali icacisa ngako konke ekufuneka ukwazi ukulima ivatala/ivatilamuni egqibeleleyo.

Iivatala/iivatilamuni zityalwa ukususela entlakohlaza ukuya kutsho ekuweni kwamagqabi emthini. Kumanye amaxesha onyaka, inobuntuntunu kakhulu, ngoko ke kufuneka ityalwe kwixesha lonyaka elichanekileyo ngendlela echanekileyo. 

Njengomfama wemifuno nevatala/ivatilamuni oseRustenburg, emNtla Ntshona, uKarabo Rampete angayingqina inyaniso yokuba ivatala/ivatilamuni ikholwa kakhulu ngumhlaba oyintlabathi novunduvundu wodidi lwepH esisi5.8 ukuya kwisi6.2.

Ukulima ivatala/ivatilamuni

URampete ucebisa ukuba kwenziwe isifundo esingobume bomhlaba ukuqinisekisa ukuba ngaba imozulu yethuba elide iya kufaneleka ukulima ivatala/ivatilamuni phambi kokutyala izityalo. Imozulu inokwahluka kakhulu ngokunjalo ukususela kwindawo ethile ukuya kwenye, utsho.

Uqaphela ukuba ukulungiselela umhlaba izityalo kubaluleke gqitha phambi kokuhlwayela imbewu. 

“Amafama kufuneka aqinisekise ukuba atyala ngexesha lonyaka elifanelekileyo, ukuqinisekisa ukuba umhlaba ulungisiwe.”

URampete ucebisa ukuba kubalulekile ukwenza uxilongo lomhlaba iinyanga ezintathu phambi kokuba uqalise ukutyala ivatala/ivatilamuni.  

“Qinisekisa ukuba umhlaba wakho uchanekile. Kodwa oko akuthethi ukuba awufanelekanga kusetyenziswa, awunakulungiswa.”

Isikhokelo esingokukhuselwa kwevatala/ivatilamuni

Ukugcina iintaka, izinambuzane nezinye izidalwa zingasondeli kwivatala/kwivatilamuni, kufuneka uthathe amanyathelo okuthintela. URampete uthi isivuno sakhe senza kakuhle emva kokuba ehlwayele imbewu emhlabeni. 

“Xa utyala, qinisekisa ukuba ukuphana izithuba kuchanekile, kuba xa ukuphana izithuba kungachanekanga, izityalo zakho azizokukhula kakuhle.”


*KUCELWA UQAPHELE OKULANDELAYO: Asibanga nako ukushicilela imizuzu engama20 yokugqibela yengxoxo. Sicela uxolo ngenkxamleko enithi niyifumane ngokumalunga noku. – ngabakwaFood For Mzansi.

Ngethuba lale seshini, uRampete uyacacisa kwakhona:

  • Indlela yokunkcenkceshela ivatala/ivatilamuni;
  • Kutheni kubaluleke kangaka ukuphanda ngezemarike; kunye 
  • Neengcebiso ezingokulungiswa komhlaba.

KWAKHONA FUNDA MALUNGA NOKU KULANDELAYO: INgqungquthela yeFIT: ‘Diliza ukubekwa amabala, izithintelo kwezolimo nokufuya’

Bhalisela iFarmer’s Inside Track: Zibandakanye neqonga elikhethekileyo elenzelwe abasandula ukuba ngamalungu bezolimo nokufuya kunye noshishino lwezolimo, kunye namaphetshana engcaciso kunye neephodikhasti

Vateka Halile

Vateka Halile grew up in rural areas of Cofimvaba in the Eastern Cape. She was raised in a traditional family setting and found writing to be a source of comfort and escape. Vateka participated in an online citizen journalism course through Food For Mzansi, and her passion for health and medicine-related stories was born. Her dedication to community work and love for social justice and solidarity spaces is evident in her quality time with the community when she isn't working.

Tags: Gather To GrowSoilwatermelons
TrailTail: WC dog lover makes natural treats with local meats
Agripreneur

TrailTail: WC dog lover makes natural treats with local meats

by Vateka Halile
17th September 2026

Monika van Zyl has a passion for dog rescue and training, but she struggled to find clean, healthy treats for...

Read moreDetails
Know your water and soil: Practical tips for smarter drip irrigation

Know your water and soil: Practical tips for smarter drip irrigation

17th September 2026
Minister and Land Bank CEO tackle farm debt and funding reform

Minister and Land Bank CEO tackle farm debt and funding reform

17th September 2026
El Niño: Livestock farmers need financial buffers, not just forecasts

El Niño: Livestock farmers need financial buffers, not just forecasts

17th September 2026

The ‘missing middle’: Unlocking Southern Africa’s poultry potential

16th September 2026

SA Olive Awards celebrate world-class quality and industry heroes

African swine fever: Why early reporting protects pig farmers

Heritage and quality shine at Chenin Blanc Top 10 Challenge

Know your water and soil: Practical tips for smarter drip irrigation

The ‘missing middle’: Unlocking Southern Africa’s poultry potential

Join Food For Mzansi's WhatsApp channel for the latest updates!

JOIN NOW!
Next Post
Bird flu outbreak reveals opportunities for SA agriculture

Bird flu outbreak reveals opportunities for SA agriculture

THE NEW FACE OF SOUTH AFRICAN AGRICULTURE

With 21 global awards in the first six years of its existence, Food For Mzansi is much more than an agriculture publication. It is a movement, unashamedly saluting the unsung heroes of South African agriculture. We believe in the power of agriculture to promote nation building and social cohesion by telling stories that are often overlooked by broader society.

Maize surplus eases feed costs, but fuel and drought threaten gains

This week’s agri events: 21-25 September

Is your hemp crop too thirsty? New drone data reveals the truth

Mzansi’s first Cosmic Crisp apple harvest hits Checkers shelves

SA Olive Awards celebrate world-class quality and industry heroes

Five farming friends, one vision: Growing from setbacks to success

  • Awards & Global Impact
  • Our Story
  • Contact Us
  • Cookie Policy
  • Privacy Policy
  • Copyright

Contact us
Office: +27 21 879 1824
News: info@foodformzansi.co.za
Advertising: sales@foodformzansi.co.za

Contact us
Office: +27 21 879 1824
News: info@foodformzansi.co.za
Advertising: sales@foodformzansi.co.za

  • Awards & Global Impact
  • Our Story
  • Contact Us
  • Cookie Policy
  • Privacy Policy
  • Copyright

Chat Options

I'm Lerato, your AI assistant!
No Result
View All Result
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought

Copyright © 2024 Food for Mzansi

This website uses cookies. By continuing to use this website you are giving consent to cookies being used. Visit our Privacy and Cookie Policy.