Tuesday, September 1, 2026
SUBSCRIBE
22 GLOBAL MEDIA AWARDS
Food For Mzansi
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought
No Result
View All Result
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought
No Result
View All Result
Food For Mzansi
No Result
View All Result

Izinto obungazazi ngoojongilanga

by Staff Reporter
23rd March 2023
in INdlela yokuPhila, isiXhosa
Reading Time: 2 mins read
A A
Izinto obungazazi ngoojongilanga

Oojongilanga nemisebenzi emininzi kunokuba unako ukucinga.

Sonke siyayazi ukuba oojongilanga bathathwa “njengetyatyambo yovuyo”. Ibhokheyi kajongilanga eqaqambileyo yeyona ndlela ilula kakhulu yokukonwabisa. Ubusazi ukuba, nakuba kunjalo, imbewu kajongilanga ifanelana neemeko ezininzi kunokuba ubunokucinga?

Imbewu kajongilanga ngokwesiseko isetyenziselwa ukwenza ioli kajongilanga nekeyiki yeoli. EMzantsi Afrika, oojongilanga bamelana kakuhle nezimo zezulu ezishushu nezibaleleyo. Emva kokuba ixolo selisusiwe, imbewu inokutyiwa njengesnekhi okanye isetyenziselwe ukuvelisa iioli ezahlukileyo.

NgokweSebe lezoLimo, ezamaHlathi nezoShishino ngeeNtlanzi uninzi lweembewu zikajongilanga ziveliswa zize zithengiswe elizweni koomatshini bokucudisa ioli, kwifidi yezilwanya nokwenzela imbewu. Ujongilanga sisivuno esiziinkozo sesithathu ngokobukhulu esiveliswa eMzantsi Afrika emva kombona nengqolowa. Isiveliso seminyaka elishumi edlulileyo siyokutsho kuma700 000 eetoni ngokomndilili, lo gama ixabiso elipheleleyo limalunga neetoni ezisisigidi esi1.

Nakuba kunjalo, uMzantsi Afrika awungomthathinxaxheba uphambili kuveliso nakushishino lweembewu zeoli kwimalike yamazwe ngamazwe kuba wona ufaka igalelo elingu3% kuphela kwimbewu kajongilanga eveliswa lihlabathi. Ixabiso elipheleleyo lembewu kajongilanga eveliswe eMzantsi liye ngokunjalo lanokungazisi ngokuthelekisekayo kwiminyaka elishumi edlulileyo.

Uninzi lwembewu kajongilanga iveliswa kwisithandathu samaphondo kwasithoba, ingaqukwanga iNtshona Koloni, iMpuma Koloni neKwaZulu-Natala. UmNtla Ntshona uvelisa malunga nama85 embewu kajongilanga yethu. Imbewu kajongilanga inokutyalwa ekuqaleni kukaNovemba ukuya kutsho ekupheleni kukaDisemba, nophantse ube lixesha elinye lokutyalwa kombona. 

EZINYE IINYANISO EZIVAKALA KAMNANDI

  • Ujongilanga ngamnye uneentyatyambo enyanisweni ezingamawaka ezincinane.
  • Amagqabi abhengebhenge atyheli aluphawu nomphakathi obhrawuni ngokungaqaqambanga  ziintyatyambo enyanisweni ezinganye nganye kwazona ubuqu bazo. Zingade zibe ninzi ziyokutsho kuma2 000 intlanganisela enokwenza ukuba intlanganisela kajongilanga ityatyambe. 
  • Kufuneka oojongilanga ubavune kusasa, ungabavuni ngenjikalanga. Ingaba uceba ukunqothula babe mbalwa ukuhombisa ivazi? Ukuba ulinda kude kube ngenjikalanga, zisenokubuna.

Ujongilanga ngamnye uqulethe iimbewu ezininzi ukusuka kwi1 000 ukuya kuma2 000. Ngoko ke kukho iitoni ezifumanekayo ukwenzela ukuba iintaka ezincinane zitye kuzo! Kodwa unako ukuyivuna uzikroqele zona wena ubuqu, ngokunjalo. 

KWAKHONA FUNDA: Indlela yokuba ngumfama omkhulu wesizukulwana sokuqala

Tags: Sunflower

Staff Reporter

Researched and written by our team of writers and editors.

Related Posts

Ukusuka ekuthengiseni iilekese uyokuba ngumnini werestyu
isiXhosa

Ukusuka ekuthengiseni iilekese uyokuba ngumnini werestyu

22nd October 2023
Farmer 101: How to produce watermelons
isiXhosa

Umfama 101:  Indlela yokuvelisa ivatala

20th October 2023
Ukusuka ekuthengiseni iilekese uyokuba ngumnini werestyu
isiXhosa

Ukusuka ekuthengiseni iilekese uyokuba ngumnini werestyu

by Vateka Halile
22nd October 2023

UBongani Motau ngumntu oqheleneyo nokuziphilela – enyanisweni, eseneminyaka elishumi ubudala wayethengisa amashwamshwam koontanga bakhe. Namhlanje uqalisa irestyu yaselokishini yakhe apho...

Read moreDetails
Farmer 101: How to produce watermelons

Umfama 101:  Indlela yokuvelisa ivatala

20th October 2023
‘Masilwele amalungelo abantu ababhinqileyo abasezifama’

‘Masilwele amalungelo abantu ababhinqileyo abasezifama’

8th October 2023
Ukusebenzisa amathuba kumsebenzele umfuyi waseNW

Ukusebenzisa amathuba kumsebenzele umfuyi waseNW

4th October 2023
Ukuthengisela amasi ekuhlaleni usuka apho uyokuthengisela uWoolies

Ukuthengisela amasi ekuhlaleni usuka apho uyokuthengisela uWoolies

2nd October 2023
ADVERTISEMENT

Ukusuka ekuthengiseni iilekese uyokuba ngumnini werestyu

Umfama 101:  Indlela yokuvelisa ivatala

‘Masilwele amalungelo abantu ababhinqileyo abasezifama’

Ukusebenzisa amathuba kumsebenzele umfuyi waseNW

Ukuthengisela amasi ekuhlaleni usuka apho uyokuthengisela uWoolies

Uncedo lokuqala ozenzela ngokwakho: Iindlela ezintlanu zokunyanga umenzakalo kwimfuyo

Next Post
ICYMI: Cooler season drives top-quality wines

Smaller wine grape harvest expected in 2023

THE NEW FACE OF SOUTH AFRICAN AGRICULTURE

With 21 global awards in the first six years of its existence, Food For Mzansi is much more than an agriculture publication. It is a movement, unashamedly saluting the unsung heroes of South African agriculture. We believe in the power of agriculture to promote nation building and social cohesion by telling stories that are often overlooked by broader society.

Strategic support sparks record-breaking growth at WC grape farm

Beyond finance: Making women-led farms bankable

Former electrical engineer builds farming powerhouse on tribal land

KZN farmer loses 90% of crop amid severe water shortages

This week’s agri events: 31 August – 03 September

Mamelodi farmers learn how to test soil with just a bottle and spade

  • Awards & Global Impact
  • Our Story
  • Contact Us
  • Cookie Policy
  • Privacy Policy
  • Copyright

Contact us
Office: +27 21 879 1824
News: info@foodformzansi.co.za
Advertising: sales@foodformzansi.co.za

Contact us
Office: +27 21 879 1824
News: info@foodformzansi.co.za
Advertising: sales@foodformzansi.co.za

  • Awards & Global Impact
  • Our Story
  • Contact Us
  • Cookie Policy
  • Privacy Policy
  • Copyright
No Result
View All Result
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought

Copyright © 2024 Food for Mzansi

This website uses cookies. By continuing to use this website you are giving consent to cookies being used. Visit our Privacy and Cookie Policy.