Wednesday, July 22, 2026
SUBSCRIBE
22 GLOBAL MEDIA AWARDS
Food For Mzansi
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought
No Result
View All Result
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought
No Result
View All Result
Food For Mzansi
No Result
View All Result

Iresipi: Khawuzivele ngokucubunga ngencasa zikaNaledi

Usaziwayo kwezezidlo owazalelwa eBotswana uNaledi Toona ulungisa isidlo esisesona sithandwa ngawo onke amaxesha – ezivuzisa izinkcwe, nezinandiphekayo iimithibholi. Akuphelelanga nje ukuba ezi zidlo zibunyama zincamise ngencasa nokuhluthisa, kodwa kuthatha kuphela amanyathelo amathandathu ukuzilungiselela.

by Noluthando Ngcakani
27th February 2023
in Iiresipi, isiXhosa, Recipes
Reading Time: 3 mins read
A A
Iresipi: Khawuzivele ngokucubunga ngencasa zikaNaledi

Ishefu uNaledi Toona ukunika izifundo zokupheka zabucala uthe zava kwikhaya lakho, yaye wabelana ngeeresipi nebali ngezidlo zakhe ngokuthi angene kumakhasi onxibelelelwano oluntu. Zama iresipi elula yakhe kwiimithibholi ezivuzisa izinkcwe ezinebalsamic glaze. Ifoto: Kubonelelwe ngayo/NgabakwaFood For Mzansi

Zininzi iimfihlo zokulungiselela iimithibholi ezisulungekileyo, kodwa ngokubhekisele kwishefu enguNaledi Toona konke kuxhomekeke kwizinongo. UToona umisela umgangatho ophezulu kuyo nayiphi na into ayenzayo, yaye uthi isiveliso esitsha sibalulekile kwiresipi yakhe yeemithibholi ezivuzisa amathe nezinandiphekayo. Ngaphaya koko, yinyaniso enobunzululwazi ukuba ukupheka ngezinongo ezitsha kusoloko kukwenza kube bhetele kakhulu ukutya kwakho, utsho usomashishini wezezidlo owazalelwa eBotswana.

Mayingabi yinto eyothusayo ukwazi ukuba ishefu nokwangumyaleli wezokupheka enovakalelo olumandla ngeziveliso ezisezitsha. Unemvelaphi kwezobufama enabela kulo lonke elaseBotswana. 

UNaledi yishefu nomyaleli wezokupheka onika izifundo zabucala kwikhaya lomfundi. Ifoto: Kubonelelwe ngayo/NgabakwaStroopsoet Photography

“Ootatomkhulu bam babenefama eBotswana eyayinemithi yamaorenji engaphaya kwe100 ubuninzi, yaye babezithengisa kwiivenkile eziliqela. Uninzi loomalume nabazali bam bangamafama ngokunjalo (emifuno, eenkomo neegusha),” utsho. 

Okuvuzisa izinkcwe kusenziwa zizandla social media sensationꞌs (zikasaziwayo kumaqonga onxibelelwano oluntu kuya kukushiya ubawela okungaphezulu kwaye ngaxeshanye, ngokungaphandle kwayo yonke impumelelo yakhe, uthi usasele eyintombazana yasezifama entliziyweni yakhe.

Wabelana ngeeresipi zakhe namabali ngezezidlo kwikhasi lonxibelelwano loluntu lakhe al ngokungena ngo- “Chef Naledi – From My Kitchen to Yours” (“UShefu Naledi  –”OkuSuka kwiKhitshi Lam ukuya kweLakho.“

Pheka iimithibholi njengoqeqeshelwe oko

Ukusebenza ngokutya yonke imihla, asinto iza njengesothuso ukuba yena engenako nakutya kwakhe akuthanda ngaphezu kokunye. Nakuba kunjalo, uyavuma ukuba uyakuthanda ukutya anokumana ecubunga kona. Uye wafunda ubugcisa bokudlala malunga neeresiphi zakhe.

“Abahlobo bam basoloko besithi, ‘NguNaledi, ocubungayo’. Ngoko ke, naziphi na izicubungo ezilula zamkelekile kum.”

Iimithibholi zifanelekile kwizicubungo, kwisidlo sosapho okanye nkqu nakwizikhaftina zelantshi. Zininzi iindlela zokupheka imithibholi enencasa. Uninzi lwabantu lubambelela kwindlela enye eqhelekileyo okanye kwisimbo sokupheka iimithiboli sokusoloko kusetyenziswa iindlela eziphindaphinda ngokuqhelekileyo. Endaweni yeetapile ezinetatshi uToona usebenzisa ibaby marrow. 

View this post on Instagram

UToona uthi ibaby marrow egreyithiweyo yongeza imo yaye iyindlela emangalisayo yokufihla imifuno kwabaneemfeketho ekutyeni. Zilunge kakhulu kwakhona ukuzifaka kwisikhenkcisi ukulungiselela ixesha umhla ozayo. 

Yenza iimithibholi ezisulungekileyo noshefu Naledi ngamanyathelo amathandathu nje kuphela alula.

KWAKHONA FUNDA MALUNGA NOKU: Iresipi: yomthandi wezidlo osakhulayo uMethoa Zita kanopotyi opheka inyama yegusha

Fumana iphetshana leendaba elingeeNcasa zeZidlo zaseMzansi:   Ukukhutshwa qho ngeveki kweeresipi ezirhalelekayo kunye neengcebiso ngeendlela zokuphila ezifumaneka lula. 

Ingredients

  • 500g iminsi mithi
  • Isiqingatha setswele, elinqunqwe ngokucokisiweyo
  • 2 amatispuni ezityalo ezinqunqwe ngokutsha (umz. ibasil)
  • 2.5 amatispuni eembuphu zesonka ezicokisiweyo
  • 1 iqanda, eliqhuqhiweyo
  • 2 amatispuni ebalsamic glaze
  • 2 tbsp balsamic glaze
  • 1 umnqathe obukhulu buphakathi, ogreyithiweyo
  • 1 umnqathe obukhulu buphakathi, ogreyithiweyo
  • Ityuwa
  • Ipepile

Instructions

IMIYALELO

1.      Beka isitovu kuPreheat kubushushu besitovu obungu180 °C.

2.     Xuba zonke izinongo, ngaphandle kwebalsamic glaze zibe kunye kwisitya esikhulu, yithi nzwenzwe ityuwa nepepile. 

3.     Yahlula lo mxube ube ziibhola ezimbhuntshuntshu ezilinganayo.

4.    Kancinane thambisa itreyi yokubhaka, okanye uyithsithsize iSpray and Cook. 

5.    Beka zonke iimithibholi kwitreyi yokubhaka. Bhakela kwisitovu imizuzu esi8 okanye zide zivuthwe ngokupheleleyo. 

6.    Zibeke ecaleni. Bengezelisa iimithibholi ngebalsamic glaze uziphake ngoko nangoko.

Tags: isiXhosaukuphefumlelwa kokutya

Noluthando Ngcakani

With roots in the Northern Cape, this Kimberley Diamond has had a passion for telling human interest stories since she could speak her first words. A foodie by heart, she began her journalistic career as an intern at the SABC where she discovered her love for telling agricultural, community and nature related stories. Not a stranger to a challenge Ngcakani will go above and beyond to tell your truth.

Related Posts

Oh, so oatsy! Creative ways to spice up breakfast
Recipes

Oh, so oatsy! Creative ways to spice up breakfast

3rd June 2026
No oven needed: Easy no-bake dessert recipes
Recipes

No oven needed: Easy no-bake dessert recipes

3rd April 2026
Ukusuka ekuthengiseni iilekese uyokuba ngumnini werestyu
isiXhosa

Ukusuka ekuthengiseni iilekese uyokuba ngumnini werestyu

by Vateka Halile
22nd October 2023

UBongani Motau ngumntu oqheleneyo nokuziphilela – enyanisweni, eseneminyaka elishumi ubudala wayethengisa amashwamshwam koontanga bakhe. Namhlanje uqalisa irestyu yaselokishini yakhe apho...

Read moreDetails
Farmer 101: How to produce watermelons

Umfama 101:  Indlela yokuvelisa ivatala

20th October 2023
‘Masilwele amalungelo abantu ababhinqileyo abasezifama’

‘Masilwele amalungelo abantu ababhinqileyo abasezifama’

8th October 2023
Ukusebenzisa amathuba kumsebenzele umfuyi waseNW

Ukusebenzisa amathuba kumsebenzele umfuyi waseNW

4th October 2023
Ukuthengisela amasi ekuhlaleni usuka apho uyokuthengisela uWoolies

Ukuthengisela amasi ekuhlaleni usuka apho uyokuthengisela uWoolies

2nd October 2023
ADVERTISEMENT

Ukusuka ekuthengiseni iilekese uyokuba ngumnini werestyu

Umfama 101:  Indlela yokuvelisa ivatala

‘Masilwele amalungelo abantu ababhinqileyo abasezifama’

Ukusebenzisa amathuba kumsebenzele umfuyi waseNW

Ukuthengisela amasi ekuhlaleni usuka apho uyokuthengisela uWoolies

Uncedo lokuqala ozenzela ngokwakho: Iindlela ezintlanu zokunyanga umenzakalo kwimfuyo

Next Post
New Bill for more agri land – add your voice

SA's agriculture sector is now ripe for action

THE NEW FACE OF SOUTH AFRICAN AGRICULTURE

With 21 global awards in the first six years of its existence, Food For Mzansi is much more than an agriculture publication. It is a movement, unashamedly saluting the unsung heroes of South African agriculture. We believe in the power of agriculture to promote nation building and social cohesion by telling stories that are often overlooked by broader society.

Smart vineyard irrigation starts below the ground

Treat food processing as essential national infrastructure – Khoury

Farmers urged to embrace uncertainty and build resilience

SA poultry industry calls for urgent bird flu vaccine rollout

Mother’s legacy, neighbour’s grace: Venessa Simelane’s farm story

Deadline looms: Register water use by 23 July or risk penalties

  • Awards & Global Impact
  • Our Story
  • Contact Us
  • Cookie Policy
  • Privacy Policy
  • Copyright

Contact us
Office: +27 21 879 1824
News: info@foodformzansi.co.za
Advertising: sales@foodformzansi.co.za

Contact us
Office: +27 21 879 1824
News: info@foodformzansi.co.za
Advertising: sales@foodformzansi.co.za

  • Awards & Global Impact
  • Our Story
  • Contact Us
  • Cookie Policy
  • Privacy Policy
  • Copyright

Chat Options

I'm Lerato, your AI assistant!
No Result
View All Result
  • News
  • Changemakers
  • Lifestyle
  • Farmer’s Inside Track
  • Food for Thought

Copyright © 2024 Food for Mzansi

This website uses cookies. By continuing to use this website you are giving consent to cookies being used. Visit our Privacy and Cookie Policy.